IZIKO LOHLAHLELO LWEZIPHUMO
PHAMBI KOKUBA UQALE ...
Injongo yolu vavanyo kukubonisa izimvo kunye nemibono yamalungu kunye nabaqeshwa malunga nolawulo, inkqubo kunye neendlela, ugqaliso kwabo sibancedayo kunye nabo banomdla kwinto eqhubekayo, ulawulo lwabantu, intsebenziswano, ubutyebi kunye nolwazi lwendlela yolawulo, iinkqubo, impembelelo kwimibutho, imeko yobume bendawo yemvelo, ukwaneliseka kwabo bafumana uncedo kunye nabo banomdla kwinto eqhubekayo, umgangatho kwiinkonzo, ukwaneliseka kwabantu, isenzo sabo banikela ngempahla kunye nabo benza ulwahlulelwano kunye neziphumo zombutho.
Iziphumo zolu vavanyo kuzakwabelwana ngazo nabalawuli be-DOD/SANDF. Kubalulekile ngoko ke ukuba uphendule umbuzo ngamnye ngokunyaniseke kangangoko. Olu ayilulo uvavanyo lolwazi kwaye akukho mpendulo ilungileyo okanye engalunganga. Umbono wakho yimpendulo elungileyo kuphela.
Iziko liya kuthatha ulwazi olunikwa nguwe njengeMfihlo yoHlahlelo lweZiphumo. Uya kuhlala ungaziwa, njengoko iZiko loHlahlelo lweZiphumo liya kuhlahlela ulwazi oluqokelelweyo ngokweemeko zamaqela kuphela, umzekelo amadoda kunye nabafazi ngokwahlukahlukeneyo.
Kulula ukugcwalisa iphepha lemibuzo njengoko iphepha lemibuzo iphendulwa lula ngokwenza isangqa kwinombolo efanelekileyo yempendulo evumelana nawe okanye ebonisa umbono wakho ongcono.
Ukuba ngaba ufumana nayiphi na ingxaki ekugcwaliseni eli phepha lemibuzo nceda ungathandabuzi ukufuna uncedo kumsebenzi wophando olwenziwayo / umphandi okanye uqhagamshelane noMnxeba woncedo weziko loHlahlelo lweZiphumo ku- 3124788 / 8164788.
Ukuthatha kwakho inxaxheba ekunikeni ulwazi oluceliweyo kuxatyisiwe.
ULWAZI NGEBALI LOMNTU
Usebenza kuliphi iqela lomsebenzi?
Nceda uphendule le mibuzo ngokuthi wenze isangqa kwimpedulo oyikhethileyo
Udidi lweqela. (ukuba ngaba ungumsebenzi ongekho mkhosini nceda rhangqa impendulo eku-10 okanye u-11)
Ukweliphi iqela labemi?
Umntu oNtsundu
Umntu weBala
Umntu oMhlophe
Ngaphambili bendili ...
Siyintoni isini sakho?
Indoda
Umfazi
Mingaphi iminyaka yakho?
Ingama-24 okanye ngaphantsi
Ingama-25 ukuya kuma-34 eminyaka
Ingama-35ukuya kuma 44 eminyaka
Ingama-45 nangaphezulu
Ingaba ukuziphatha kunye nezenzo zabo banolawulo oluphezulu kunye nazo zonke iinkokheli ziwaphembelela, ziwaxhasa kwaye ziwaphucula njani amasiko okwenza umsebenzi ngokugqwesileyo.
Nceda uphendule le mibuzo ilandelayo enxulumene nobunkokheli
Ewe ngokuqinisekileyo
Ewe noko
Hayi, ncam
Hayi, akunjalo
Andazi
Ingaba iinkokheli/ abalawuli kwiqela lakho lomsebenzi/ iziko lomkhosi/ inqanawa bawuphumeza ngokukhawuleza nangobuchule umsebenzi wabo?
Ingaba iinkokheli / abalawuli kwiqela lomsebenzi / iziko lomkhosi / inqanawa ziya mamela kwiingxaki zabo bangaphantsi kubo emsebenzini?
Ingaba iinkokheli / abalawuli kwiqela lakho lomsebenzi / iziko lomkhosi / inqanawa zinokufikeleleka ngokulula ?
Ingaba iinkokheli/ abalawuli kwiqela lakho lomsebenzi / iziko lomkhosi / inqanawa bacacisa ngokucacileyo kwabo bangaphantsi kubo ngokomsebenzi ukuba kufuneka kwenziwe mfuno zini?
Ingaba iinkokheli abalawuli kwiqela lomsebenzi / iziko lomkhosi/ inqanawa bayakuqinisekisa okokuba abo bangaphantsi kubo emsebenzini bayakwazi kwaye bekuqonda okulindeleke kubo?
Ingaba iinkokheli / abalawuli kwiqela lakho lomsebenzi / iziko lomkhosi / inqanawa baya kuqinisekisa okokuba abangaphantsi kubo ngokomsebenzi baqeqeshwe ngokwaneleyo ekwenzeni umsebenzi wabo?
Ingaba umphathi wakho uthetha ngokunzulu nawe ngamathuba enkqubela phambili ngomsebenzi?
Ingaba umphathi wakho uya kubonisa na ukwenza umsebenzi wakho ngeyona ndlela ingcono?
Ingaba uyazi fumana na iinkonzo zoqeqesho zangaphakathi (Uqeqesho emsebenzini) ukuze uncedakale ube nesiveliso ngokungaphaya?
Ingaba umsebenzi olungileyo uya qondwa kwiqela lakho lomsebenzi / iziko lomkhosi / inqanawa?
Ingaba uyalifumana na ithuba lokunyuselwa ukuba ngaba wenze umsebenzi kakuhle?
Ingaba unalo na ithuba lokufumana umvuzo wemali owongezelelweyo ukuba wenze umsebenzi kakuhle?
Ingaba uya wazi na umsebenzi wakho ukuba uyintoni ? (oko kuthetha ukuba imisebenzi omawuyenze )
Uyavumelana okanye awuvumelani kangakanani na neengxelo ezilandelayo:
Ndivumelana ngamandla
Ndiya vuma
Andinaluvo
Andivumelani
Andivumelani ngamandla
Iinkokheli / abalawuli beli qela lomsebenzi / iziko lomkhosi / inqanawa liyawakhathalela amabandla asebumelwaneni
Uluvo kunye nezenzo zeenkokheli abalawuli beli qela lomsebenzi / iziko lomkhosi / inqanawa babonisa okokuba banomdla woMzantsi Afrika ngentliziyo
Izimvo kunye nezenzo zomphathi wam zindenza ndikholelwe okokuba umgangatho weenkonzo kwabo sibancedayo1 ubalulekile
IINKQUBO KUNYE NOBUCHULE
Indlela umbutho ocacisa, nomisela, nohlola kunye noyijika ngayo inkqubo kunye nobuchule, zibe luyilo kunye nezenzo
Uyavumelana okanye awuvumelani kangakanani na neengxelo ezilandelayo:
Ndivumelana ngamandla
Ndiya vuma
Andivumelani ngamandla
Iinkqubo zisekwe kulo lonke ulwazi olululo ngaphakathi nangaphandle kwe-DOD
Abo banolawulo oluphezulu kwiqela lam lomsebenzi / iziko lomkhosi / inqanawa baqinisekisa okokuba bayaziqonda iimfuno kunye nokufunekayo kwabo banomdla kwinto eqhubekayo2 phambi kokuba bathathe isigqibo kunye ngokuphathelelene neenkqubo kunye neendlela
Kwiqela lam lomsebenzi / iziko lomkhosi / inqanawa izigqibo ezingokuphathelele kwikqubo kunye nobuchule zenziwa kumazinga apho ulwazi olulolona luchanekileyo luthi lufumane khona
Kwiqela lam lomsebenzi / iziko lomkhosi / inqanawa wonke ubani uthatha inxaxheba ekuveliseni inkqubo kunye nobuchule
Ndaziswa rhoqo ngeenkqubo kunye nokutshintsha ubuchule bokwenza izinto
Kwiqela lam lomsebenzi/ iziko lomkhosi / inqanawa abaphathi kunye nabalawuli baya zicacisa iziphumo ezilindelekileyo zenkqubo / noyilo kwaye bachonge imisebenzi kunye namaxesha afunekayo wokugqitywa kwawo ukuze iphunyezwe
Umphathi wam uqinisekisa okokuba umsebenzi wamajoni wemihla ngemihla uyangqinelana/ uyavumelana nenkqubo / uyilo kunye nobuchule bokwenza oko
Iqela lam lomsebenzi / iziko lomkhosi / inqanawa liya cotha ukulungelelanisa amalungelo aphambili kwiimeko ezintsha okanye ezitshintshayo
UGQALISO KWABO SIBANCEDAYO KUNYE NAKWABO BANOMDLA KWINTO EQHUBEKAYO
Umbutho uzicacisa njani iimfuno, iimfuneko kunye nokulindelekileyo; uluphumeza njani ulalwamano kwaye ulucacisa njani ulwaneliseko lwabo bafumana uncedo kunye nabo banomdla kwinto eqhubekayo
Uyavumelana okanye awuvumelani kangakanani na neengxelo ezilandelayo
Ndivumelana ngamandlla
Ndiyavuma
Andinaluvo
Andivumelani
Ndivumelana ngamandlla
Kwiqela lam lomsebenzi/ iziko lomkhosi/ inqanawa sisoloko sizama ukwalatha abo sibancedayo ngabanye ngabanye ngamagama abo
Kwiqela lam lomsebenzi/ iziko lomkhosi/ inqanawa "ukuqondwa kwalowo simncedayo" kuthetha ukuqonda ngeemfuno zakhe ezithile kunye nako konke okufunekayo ngendlela engaguquguqukiyo/ kunye neqhubelekayo
Umpathi wam usoloko efuna impendulo yabo bancedwayo kwimpahla/ kwiinkonzo zethu, aze abe nento ayenzayo ngokukhawulezileyo nangokwakhayo kwizinto athe wazifumanisa
Emsebenzini wam ndiyabazi abo ekufuneka ndibancedile
ULAWULO LWABANTU
Umbutho uwakhupha njani amandla aleleyo kubantu bawo
Uyavumelana okanye awuvumelani kangakanani na nezingxelo zilandelayo:
Ndivumelana ngamandlla
Ndiyavuma
Andinaluvo
Andivumelani
Andivumelani ngamandla
Iinkokheli/ abalawuli kwiqela lam lomsebenzi/ iziko lomkhosi/ inqanawa likuthaza isiko lokufunda okuqhubekayo phakhathi kwabo basebenza ngaphantsi kwabo
Iqela lam lomsebenzi / iziko lomkhosi / inqqanawa linenkqubo yokubekwa esikhundleni ukunceda amalungu amatsha / abaqeshwa ukuba baqonde imisebenzi yabo kunye namasiko eqela lomsebenzi / iziko lomkhosi / inqanawa
Ukuqhubeka koqeqesho lwam kumsebenzi kundenza ndisebenze ngobuchule kunye nakakuhle
Umphathi wam uyayazi apho basebenza ngamandla khona kunye nalapho babuthathaka khona bonke abasebenzi bakhe abangaphantsi kuye kwaye uthumela umsebenzi ukubanika amathuba okukhulisa ubuchule babo
Iyaqhubeka
Ndivumelana ngamandlla
Ndiyavuma
Andinaluvo
Andivumelani
Andivumelani ngamandlla
Iinkokheli / abalawuli kwiqela lam lomsebenzi / iziko lomkhosi / inqanawa likhuthaza kwaye livuza intsebenziswano
Injongo yeqela lam lomsebenzi / iziko lomkhosi / inqanawa livunywa ngawo onke amalungu kunye nabaqeshwa kwaye ibonisiwe kuyo yonke imisebenzi yabo yemihla ngemihla
Kucacile kum ukuba umsebenzi / impumelelo yomntu kunye neqela ilinganiselwa njani
Iinkokheli kwiqela lam lomsebenzi / iziko lomkhosi / inqanawa liqinisekisa okokuba onke amalungu / abaqeshwa ayabandakanyeka ekuyilweni komsebenzi
Indlela endingazisa ngayo amacebo / izikhalazo ukuba ziqatshelwe ligosa lomkhosi / umlawuli iyaphunyezwa
Impendulo endiyifumanayo kumacebo am iyandanelisa
Ukuvelisa uluvo lwam ngokunyanisekileyo kuyakundenzela iingxaki kwiqela lam lomsebenzi / iziko lomkhosi / inqanawa
Ndinolwazi ngoxanduva lomthetho olunxulumene nempilo kunye nokhuseleko emsebenzini
Ukukhathalelwa kwemeko yobume bendawo umzekelo ukukhathalelwa kwezityalo, ucoceko lwamabala kunye nezakhiwo, ukulungiswa kwezinto ebezisetyenzisiwe ukuze zibenokusetyenziswa kwakhona ekwenzeni into entsha kuyinto ecacileyo kwimisebenzi yethu
Iqela lam lomsebenzi / iziko lomkhosi / inqanawa liyakukhathalela ukuphila kwamalungu / abaqeshwa balo
Impendulo endiyifumeneyo kwizikhalazo zam iyandanelisa
UKUSEBENZA KWIQELA
Ewe ngokuqinisekileyo
Ewe noko
Hayi ncam
Hayi akunjalo
Andazi a
Intsebenziswano iyakhuthazwa kwiqela lam lomsebenzi / iziko lomkhosi / inqanawa b
Ingaba / abaqeshwa kwiqela lakho lomsebenzi...
Ewe noko
Hayi ncam
Hayi akunjalo
Andazi N/A ( andisebenzi kunye neqela)
Bakulungele ukunceda xa kuyimfuneko
UBUTYEBI KUNYE NOLWAZI LWENDLELA YOLAWULO
Indlela umbutho olawula nasebenzise ngayo ubutyebi ( ixesha, uncedo, uqingqo mali, izixhobo, izinto ekwenziwa ngazo ezinye izinto njalo-njalo)
Uyavumelana okanye awuvumelani kangakanani na neengxelo ezilandelayo:
Ndivumelana ngamandlla
Ndiyavuma
Andinaluvo
Andivumelani
Andivumelani ngamandlla
Kwiqela lam lomsebenzi / iziko lomsebenzi / amalungu enqanawa / abaqeshwa balisebenzisa kakuhle ixesha labo
Kwiqela lam lomsebenzi / iziko lomkhosi / amalungu enqanawa / abaqeshwa bayayiqonda impembelelo yemisebenzi yabo kwixesha labanye
Amalungu / abaqeshwa beqela / iziko lomkhosi / inqanawa bafumana lonke ulwazi abalufunayo ukwenza umsebenzi wabo ngokukuko
Iinkokheli zeqela lomsebenzi / iziko lomkhosi / inqanawa ziphanda ngabo bonke ubutyebi obunokwenzeka nobunokusetyenziswa ngaphakathi nangaphandle ukuphucula umgangatho weenkonzo / wemveliso
Ndiyaluqonda uxanduva lomthetho kunye neenkqubo ze-DOD eziphathelele kukhuseleko lolwazi olulihlebo kunye nokhuseleko lwekhompyutha
Umphathi wam / umlawuli uyasikhuthaza ukuba siphephe ekwenzeni inkcitho edlulisileyo kunye nengagunyaziswanga
IINKQUBO
Indlela yokwenza izinto kunye namanyathelo ekufuneka elandelwe Indlela umbutho oqaphela, ulawule, ucinge ngokutsha kwaye uphucule iinkqubo zawo
Bonisa ukuba uyavumelana okanye awuvumelani kangakanani nezi ngxelo zilandelayo
Ndiyavuma ngamandla
Ndiyavuma
Andinaluvo
Andivumelani
Andivumelani ngamandla
Iqela lam lomsebenzi / iziko lomkhosi / inqanawa zijolise kuphuhliso lweenkqubo ezingqalileyo ( ukuba umsebenzi wenziwa kanjani) ukuhlangabezana neemfuno zabo bafuna uncedo
Ukungena kunye nokuphindaphindwa komsebenzi akukho kwiqela lam lomsebenzi / iziko lomkhosi / inqanawa
Kwiqela lam lomsebenzi/ iziko lomkhosi / inqanawa iziqu zabantu kunye namaqedlana omsebenzi alwamkela lonke uxanduva lomsebenzi wawo
Sikhuthazwa ukuzama imibono emitsha / ubugcisa obutsha ukuphucula umgangatho womsebenzi wethu
Abaphathi kunye nabalawuli beqela lam lomsebenzi / iziko lomkhosi / inqanawa baqinisekisa ukuba abo baphethweyo baqeqesheke ngokuyimfuneko phambi kokuba umsebenzi omtsha okanye utshintsho kwiindlela zokwenza umsebenzi ziyamiliselwa (bayawazi umsebenzi)
Kwiqela lam lomsebenzi / iziko lomkhosi / inqanawa imisebenzi yenkxaso / iinkqubo iya phuhliswa ukuqinisekisa ukuba iinkonzo / imveliso iya kumelana neemfuno zabo bafumana uncedo
Iqela labaphathi / abalawuli beqela lam lomsebenzi / iziko lomkhosi/ inqanawa baqinisekisa ukuba ilungu ngalinye liyazi ukuba umsebenzi walo unxibelelana njani nenkqubo xa iyonke
IMPEMBELELO KWINTLALO
Ukuphunyezwa ngumbutho ukwanelisa iimfuno nokulindelwe kuwo ngabasekuhlaleni,uzwelonke,kunye noluntu lwehlabathi luphela (njengoko kufanelekile)
Bonisa ukuba uyavumelana okanye awuvumelani kangakanani na nezingxelo zilandelayo
Ndivumelana ngamandlla
Ndiyavuma
Andinaluvo
Andivumelani
Andivumelani ngamandlla
Abantu abangaphandle kwe-DOD baya qonda ukuba iqela lam lomsebenzi / iziko lomkhosi / inqanawa lizimisele kwimpatho elinganayo kubo bonke abasebenzi kunye nenkqubo yokunikwa amathuba kwabo babe fudula behlelelekile
Ukucuthwa kwamanani kunemiphumela engeyiyo kuqoqosho lwasekuhlaleni kunye noqoqosho lwesizwe
Abantu abangaphandle kwe-DOD bacinga okokuba iqela lethu lomsebenzi / iziko lomkhosi / inqanawa ifaneleke ukuba yenze uncedo olungaphaya kugcino lomthetho nocwangco kwindawo yethu yasekuhlaleni
Iqela lam lomsebenzi / iziko lomkhosi / inqanawa liqeshe amalungu endawo yokuhlala
Amanye amalungu / abaqeshwa beqela lethu lomsebenzi / iziko lomkhosi / inqanawa bazibandakanye nokuqeqesha / ukulawula / ukuphathwa kwemidlalo kwindawo yethu yasekuhlaleni
Amanye amalungu/ abaqeshwa beqela lam lomsebenzi / iziko lomkhosi / inqanawa bathatha inxaxheba kwezemidlalo njengamalungu eqela labo bangekho mkhosini
Iqela lam lomsebenzi / iziko lomkhosi / inqanawa likhuthaza amalungu / abaqeshwa ukuba baphuhlise kwaye bazigcine bekwimeko yempilo entle kubomi babo
IMEKO YOBUME BENDAWO YEMVELO
Ezi ndawo zilandelayo zigcinwe kakuhle kwiqela lam lomsebenzi / iziko lomkhosi / inqanawa:
Ewe, ngokunyanisekileyo
Ewe, kwinqanaba elithile
Hayi, hayi ncam
Hayi, akunjalo
Andazi
Indawo yam endisebenza kuyo
Iqela lamajoni / umbutho
Uncedo lokuzonwabisa nolwezemidlalo
Amabala / iigadi
Indawo zokuhlala zomkhosi
UKWANELISEKA KWABO BAFUMANA UNCEDO KUN YE NABO BANOMDLA KWINTO EQHUBEKAYO
Into efunyanwa ngumbutho ngokunxulumene nolwaneliseko lwabo bafumana uncedo bangaphandle
Ingaba ukubona na ukwaneliseka kwalowo ufumana uncedo ngenxa yezi ndlela zilandelayo?
Ewe ngokunyanisekileyo
Ewe kwinqanaba elithile
Hayi, hayi ncam
Hayi, akunjalo
Andazi
Udliwano ndlebe lomntu ngenkqu
Udliwano ndlebe ngomnxeba
Ingxoxo yamaqela / iingxoxo zamaqela ezijolisileyo
Uvavanyo lwephepha lemibuzo
Ezinye iindlela
Ucinga abo bafumene uncedo baneliseka kangakanani na yimveliso / iinkonzo zeqela lomsebenzi / iziko lomkhosi / inqanawa
Bayaneliseka kakhulu
Bayaneliseka
Andinaluvo
Ingaba iqela lakho lomsebenzi / iziko lomkhosi / inqanawa lifumene imivuzo ngexesha leenyanga ezili-12 malunga nomgangatho weenkonzo / imveliso
Ewe
Hayi
Andazi
UMGANGATHO KWIINKONZO
Ezi ngxelo zilandelayo zicengceleza uluvo lwakho ngokuphathelele kwiqela lomsebenzi/ iziko lomkhosi / inqanawa. Kwingxelo nganye, nceda ubonise inxenye ocinga ngayo ukuba iqela lalkho lomsebenzi / iziko lomkhosi / inqanawa linesimo / umgangatho ochazwa yingxelo nganye
Ngesimo esifanelekileyo
Ngesimo esincinane
Akunjalo
Andinaluvo
Iqela lam lomsebenzi / iziko lomkhosi / inqanawa linezixhobo ezijongeka ziluhlobo lwangoku
Amabala neegadi kunye nezakhiwo zeqela lam lomsebenzi / iziko lomkhosi / inqanawa anenkangeleko ecocekileyo
Amalungu / abaqeshwa beqela lam lomsebenzi / iziko lomkhosi / inqanawa banenkangeleko ecocekileyo
Iqela lam lomsebenzi / iziko lomkhosi / inqanawa lenza izinto ezilungileyo kwasekuqaleni nje
Iqela lam lomsebenzi / iziko lomkhosi / inqanawa lunika iinkonzo/ iimveliso zalo ngexesha elithembise ngalo ukwenza oko
Amalungu / abaqeshwa beqela lam lomsebenzi basoloko bekulangazelela ukunceda abo bafumana uncedo
Amalungu / abaqeshwa beqela lam lomsebenzi / iziko lomkhosi / inqanawa basoloko bephendula kwizicelo zabo bafumana uncedo
Amalungu / abaqeshwa beqela lam lomsebenzi/ iziko lomkhosi / inqanawa baya ziqonda iimfuno ezizodwa zabo bafumana uncedo
UKWANELISEKA KWABANTU
Umbutho ufumana ntoni ngokuphathelelene nolwaneliseko lwabantu
Bonisa ukuba uyavumelana okanye awuvumelani kangakanani na nezi ngxelo zilandelayo
Ndivumelana ngamandlla
Ndiyavuma
Andinaluvo
Andivumelani
Andivumelani ngamandlla
Ndisoloko ndinolwazi ngemiba endichaphazelayo okanye enokundichaphazela
Ndaziswa ngokuphangaleleyo malunga nezifundo zoqeqesho kunye nolwakhiwo, emandizenze kwiminyaka ezayo embalwa
Abaphathi / abalawuli baqinisekisa okokuba onke amalungu kunye nabaqeshwa bafumana uqeqesho abalufunayo ukwenza inkqubela phambili kumsebenzi wabo
Ndiyaneliseka bubulungisa obenziwe kuvavanyo lwam
Ndiyawuthanda umsebenzi endiwenzayo
Ndifumana inkxaso eyaneleyo kumagosa andilawulayo
Amatyala wokungabikho emsebenzini ngaphandle kwekhefu ehlile ukususela kwiminyaka edlulileyo
Izibalo zokufumana kwam umvuzo wam zenziwa ngokulungileyo
Ulungiso lomvuzo lwenziwa ngexesha
Imibuzo ngolawulo oluphathelelene nam lwenziwa ngolwaneliseko
Ukwaneliseka okanye ukunganeliseki kwakho kungakanani koku kulandelayo:
Ndaneliseka kakhulu
Ndanelisekile
Andaneliseki
Andinaluvo
Iinkonzo ezinikwayo ngamagosa entlalo-ntle eziko lomkhosi / iqela lam lomsebenzi / iziko lomkhosi / inqanawa
Iinkonzo ezinikwa ngumfundisi wakho womkhosi
Ukhuseleko kwezomsebenzi
Uncedo lwezindlu
Izithuthi zomkhosi
Ukutya okunikelwa lizilo lomkhosi / umbutho
Ukuba semgangathweni kweyunifom enikelwa kuwe
ISENZO SABANIKELI BEEMPAHLA KUNYE NABO BENZA ULWAHLULELWANO
Into ezuzwe ngumbutho ngokuphathelelene nolawulo lweenkqubo zabanikeli beempahla kunye nabo benza ulwahlulelwano
Bonisa ukuba uyavumelana okanye awavumelani kangakanani na nezingxelo zilandelayo:
Ndivumelana ngamandla
Ndiyavuma
Andinaluvo
Andivumelani
Ulwalamano oluthembakeleyo nolubonakalayo luyinto ekhoyo phakathi kweqela lam lomsebenzi / iziko lomkhosi / inqanawa
Umgangatho wesiveliso ( imveliso kunye neenkonzo ) zabanikeli bempahla zihambelana nokulindelekileyo kwiqela lam lomsebenzi / iziko lomkhosi / inqanawa
Abaniki bempahla bethu bayazi ngokuthe ngqo ukuba sifuna ntoni na
Xa iqela lethu lomsebenzi / iziko lomkhosi / inqanawa linengxaki abaniki bempahla bethu babonisa umdla onyanisekileyo ekuyisombululeni
Xa abaniki bempahla bethu bethembise ngokwenza into ngexesha elithile bayakwenza oko
IZIPHUMO ZOMBUTHO
Into ezuzwe ngumbutho ngenjongo zoshishino lwayo oluyiliweyo kunye nasekwaneliseni iimfuno kunye noko kulindelekileyo, kwakhe wonke ubani onomdla kwezezimali okanye enye nje imali efakwe kwishishini
Bonisa ukuba uyavumelana okanye awuvumelani kangakanani na nezingxelo zilandelayo
Ndivumelana ngamandlla
Ndiyavuma
Andinaluvo
Andivumelani
Andivumelani ngamandlla
Ndinolwazi lokumiswa phantsi kolawulo oluyintloko olukhoyo kwiqela lam lomsebenzi / iziko lomkhosi / inqanawa eluthi luvumele uqwalaselo loyilo ( uqingqo mali luyabandakanyeka) , ukulinganiselwa kweziphumo kunye nokuphunyezwa kwemigaqo elungisiweyo
Umgangatho wesiveliso ( imveliso kunye neenkonzo) zeqela lethu lomsebenzi uphucukile ukususela kwiminyaka engaphambili
Sihamba phambili kuko konke esikwenzayo
Iqela lethu elisebenzayo lidla ngokuziphumeza iinjongo ezibekiweyo
ENKOSI NGEXESHA KUNYE NENXAXHEBA YAKHO
Abasebenzisi beenkonzo kunye nemveliso zeqela/iziko lomkhosi/inqanawa bangaphandle kunye nabangaphakathi
Bonke abantu okanye amaqela, ngaphakathi kunye nangaphandle kwe-DOD, abanomdla kweli qela lomsebenzi/iziko lomkhosi/inqanawa, umzekelo abaqeshwa, abo bafuna uncedo, abo banika iimpahla kunye noRhulumente
YIMFIHLELO YAKUBA IGQITYIWE
YIMFIHLELO YAKUBA IGQITYIWE
